Ukusebenzisa iAIM: iiURI:
Ukuthumela i-IM kwigama leskrini:
[tab]
gaim-remote uri 'aim:goim?screenname=Penguin&message=hello+world"
Kule meko, 'iPenguin' ligama leskrini esinqwenela ukusenza i-IM, yaye u'hello world'
ngumyalezo othunyelwayo. '+' kufuneka asetyenziswe endaweni yezithuba.
Nceda uqaphele isicatshulwa esisetyenziswe ngentla - ukuba uphumeza le nkqubo kwitoliki yemiyalelo i- '&'
kufuneka iphetshwe, okanye umyalelo uya kumisa kuloo ndawo.
Kananjalo, okulandelayo kuya kusuka kuvule ifestile yencoko kwigama leskrini,
kungekho myalezo:
[tab]
gaim-remote uri 'aim:goim?screenname=Penguin'
Ukungenela incoko:
[tab]
gaim-remote uri 'aim:gochat?roomname=PenguinLounge'
...lidibana ne- 'PenguinLounge' kwigumbi lencoko.
Lisongeza umhlobo kuluhlu lwakho lomhlobo:
[tab]
gaim-remote uri 'aim:addbuddy?screenname=Penguin'
...likhuthaza ukuba wongeze i-'Penguin' kuluhlu lwakho lomhlobo.