Translations by Canonical Ltd

Canonical Ltd has submitted the following strings to this translation. Contributions are visually coded: currently used translations, unreviewed suggestions, rejected suggestions.

401420 of 420 results
528.
CD Quality, Lossless
2006-03-18
Umgangatho weCD, ongaLahlekiyo
529.
CD Quality, Lossy
2006-03-18
Umgangatho weCD, onokuLahleka
533.
List of profiles
2006-03-18
Uluhlu lweenkangeleko
534.
The default file extension for this profile
2006-03-18
Isongezo esimiselweyo sale fayili
535.
The partial GStreamer pipeline used
2006-03-18
Inxalenye yombhobho weGStreamer osetyenzisiweyo
536.
Used for converting to CD-quality audio, but with a lossless compression codec. Use this if you later want to edit the file or burn it to CD.
2006-03-18
Esetyenziselwa ukuguqulela kumgangatho wesandi seCD, kodwa onelahleko encinci yoxinzelello lwe-codec. Sebenzisa oku ukuba kamva ufuna ukuhlela ifayili okanye ukuyitshisa ukuba yiCD.
537.
Used for converting to CD-quality audio, but with a lossy compression codec. Use this for CD extraction and radio recordings.
2006-03-18
Esetyenziselwa ukuguqulela kumgangatho wesandi seCD, kodwa noxinzelello olulahlekayo lwecodec. Sebenzisa oku ukukhupha iCD noshicilelo kunomathotholo.
545.
Whether or not this profile is to be used
2006-03-18
Nokuba le nkangeleko iyasetyenziswa okanye hayi
546.
Whether or not to use and display this profile.
2006-03-18
Nokuba unokusebenzisa nokubonisa le nkangeleko okanye hayi.
581.
Cannot connect to sound daemon. Please run 'esd' at a command prompt.
2006-03-18
Awunakho ukunxulumana nesandi sedaemon. Nceda uphumeze inkqubo ye 'esd' kumyalelo okhuthaza njalo.
582.
Specify the X position of the meter.
2006-03-18
Chaza indawo engu-X kwimitha.
584.
Specify the Y position of the meter.
2006-03-18
Chaza indawo engu-Y kwimitha.
586.
Connect to the esd server on this host.
2006-03-18
Nxibelelanisa iseva engu-esd kulo mquqozeleli.
588.
Open a vertical version of the meter.
2006-03-18
Vula uhlobo oluthe nkqo lwemitha.
589.
Act as recording level meter.
2006-03-18
Sebenza njengesilinganiso somgangatho wokushicilela.
590.
Host is %s
2006-03-18
Umququzeleli ngu %s
591.
Recording level
2006-03-18
Umgangatho wokushicilela
592.
Volume Meter
2006-03-18
Umlinganiselo weSandi
593.
Monitor the recording input volume
2006-03-18
Beka iliso ukungena kokushicilela isandi
595.
Monitor the sound output volume
2006-03-18
Beka iliso isiphumo sokushicilela isandi