Translations by Thelma Lungcuzo

Thelma Lungcuzo has submitted the following strings to this translation. Contributions are visually coded: currently used translations, unreviewed suggestions, rejected suggestions.

150 of 232 results
7.
A nice name you have chosen for your interface
2009-07-18
Igama elihle olikhetileyo kujongano lwakho
8.
A helpful description of the interface for the top right info box
2009-07-18
Uchazo oluluncedo lojongano olungaphezulu ekunene kwebhokisi yolwazi
10.
Choose the default components for various services
2009-07-18
Khetha ingxenye zokungagqibekanga kweenkonzo eziliqela
11.
Web Browser
2009-07-18
Umkhangeli zincwadi we Web
13.
File Manager
2009-07-18
Umphathi Wefayile
16.
This service allows you to configure your default email client. All KDE applications which need access to an email client application should honor this setting.
2009-07-18
Lenkonzo ikuvumela ukuba uqwalasele umxhasi wakho we email. Zonke izicelo ezidinga unikezelo kumxhasi we email wesicelo kufuneka yamkele esisicelo.
17.
Terminal Emulator
2009-07-18
Umzami kulinganisela ngokulinganayo Wendlela yesiphelo
18.
This service allows you to configure your default terminal emulator. All KDE applications which invoke a terminal emulator application should honor this setting.
2009-07-18
Lenkonzo ikuvumela ukuba ukwazi ukuqwalasela isiphelo esingagqibekanga sendlela yokulinganisa.Zonke izicelo ze KDE eziqalisa isicelo sesiphelo sendlela yokulinganisa kumele zisamkele esisicwangciso.
29.
Icons
2009-07-18
Imphawu zemmifanekiso
30.
Customize KDE Icons
2009-07-18
Yenza Imphawu zomfanekiso ze KDE Ngokwemfuneko
31.
Service Manager
2009-07-18
Umphathi Wenkonzo
33.
System Notifications
2009-07-18
Izaziso Zendlela esetyenziswayo
34.
System Notification Configuration
2009-07-18
Uqwalaselo Lwezaziso Zendlela yokusebenza
36.
Country/Region & Language
2009-07-18
Ilizwe/Ummandla & Ulwimi
37.
Language, numeric, and time settings for your particular region
2009-07-18
Ulwimi, amanani, kunye nezicwangciso zexesha zommandla wakho
38.
Information
2009-07-18
Ulwazi
39.
Spell Checker
2009-07-18
Umkhangeki Wopelo
40.
Configure the spell checker
2009-07-18
Qwalasela umkhangelo wopelo
41.
File Associations
2009-07-18
Uyelemaniso Lwefayile
42.
Configure file associations
2009-07-18
Qwalasela uloyamiso lwefayile
44.
Help
2009-07-18
Uncedo
45.
Index
2009-07-18
Isalathiso
46.
Index generation
2009-07-18
Ulwenziwo Lwesalathiso
47.
Help Index
2009-07-18
Uncedo Lwesalathisi
48.
Help center search index configuration and generation
2009-07-18
Uqwalaselo lophendlo loncedo osembindi nolwenziwo
49.
KHelpCenter
2009-07-18
KHelpCenter
50.
The KDE Help Center
2009-07-18
Umbindi woncedo lwe KDE
55.
(3) Subroutines
2009-07-18
(3) Ulwenzeko rhoqo olusezantsi
56.
(4) Devices
2009-07-18
(4) Amacebo
57.
(5) File Formats
2009-07-18
(5) Ifomati Yeefayile
58.
(6) Games
2009-07-18
(6) Imidlalo
59.
(7) Miscellaneous
2009-07-18
(7) Ezixubeneyo
60.
(8) Sys. Administration
2009-07-18
(8) Sys. Administration
61.
(9) Kernel
2009-07-18
(9) Kernel
62.
(n) New
2009-07-18
(n) Entsha
66.
Quickstart Guide
2009-07-18
Isikhombisi Sesiqalo esikhawulezayo
68.
A Visual Guide to KDE
2009-07-18
Isikhombisi esibonakalayo se KDE
69.
Guide to KDE widgets
2009-07-18
Isikhombisi esiya kwi KDE widgets
70.
Contact Information
2009-07-18
Qhagamshelana Nolwazi
71.
The KDE FAQ
2009-07-18
KDE FAQ
73.
Control Center Modules
2009-07-18
Izicatshulwa Zolawulo Ezisembindini
74.
KInfoCenter Modules
2009-07-18
Izicatshulwa ze KInfoCenter
78.
Supporting KDE
2009-07-18
Ixhasa i KDE
80.
Welcome to KDE
2009-07-18
Wamkelekile kwi KDE
81.
CGI Scripts
2009-07-18
Amagama ashicilelwe phantsi CGI
82.
Configure the CGI KIO slave
2009-07-18
Qwlalsela i CGI KIO slave
83.
Home
2009-07-18
Ikhaya
84.
Personal Files
2009-07-18
Iifayile Zobuqu
87.
Embeddable Troff Viewer
2009-07-18
Umboniseli we Troff Elungiselekayo
88.
KManPart
2009-07-18
KManPart