Browsing Xhosa translation

Don't show this notice anymore
Before translating, be sure to go through Ubuntu Translators instructions.
1120 of 114 results
11.
Check this box if you want to use the compact mode.
The compact mode tries to merge read requests for adjacent sectors into a single read request. This reduces load time and keeps the boot map smaller, but will not work on all systems.
Khangela le bhokisi ukuba ufuna ukusebenzisa indlela yomlinganiselo.
Indlela yomlinganiselo izama ukulungisa izicelo zokufunda zamasebe kwesisodwa sokufunda isicelo. Oku kunciphisa ixesha lokulayisha kwaye sigcina imaphu yokuqala encinane, kodwa asizuku sebenza kuzo zonke iindlela.
Translated by Lwandle Mgidlana
Located in kde-qt-common/general.cpp:76
12.
&Record boot command lines for defaults
&Shicilela iilayini zomyalelo zokuqala zokungagqibekanga
Translated by Lwandle Mgidlana
Located in kde-qt-common/general.cpp:80 kde/Details.cpp:85 qt/Details.cpp:85
13.
Checking this box enables automatic recording of boot command lines as the defaults for the following boots. This way, lilo "locks" on a choice until it is manually overridden.
This sets the lock option in lilo.conf.
There are line breaks here. Each one represents a line break. Start a new line in the equivalent position in the translation.
Ukukhangela le bhokisi kwenza ushicilelo oluzenzekelayo lwelayini zomyalelo wesiqalo njengo kungagqitywanga kweziqalo ezilandelayo. Le ndlela, lilo "itshixa" kukhetho ide ibe iqhutywa ngaphezulu ngencwadi.
Oku kucwangcisa i tshixa ukhethom kwi lilo.conf.
Translated by Lwandle Mgidlana
Located in kde-qt-common/general.cpp:82
14.
R&estrict parameters
Iparameters zo&mda
Translated by Lwandle Mgidlana
Located in kde-qt-common/general.cpp:83 kde/Details.cpp:87 qt/Details.cpp:87
15.
If this box is checked, a password (entered below) is required only if any parameters are changed (i.e. the user can boot linux, but not linux single or linux init=/bin/sh).
This sets the restricted option in lilo.conf.
This sets a default for all Linux kernels you want to boot. If you need a per-kernel setting, go to the Operating systems tab and select Details.
There are line breaks here. Each one represents a line break. Start a new line in the equivalent position in the translation.
Ukuba le bhokisi ikhangelwe, igama (elingeniswe ngezantsi) lifunwa kuphela ukuba naziphi i parameters zitshintshiwe (ithetha ukuba. umsebenzisi angaqala linux, kodwa hayi linux eyodwa okanye linux init=/bin/sh).
Oku kucwangcisa i umda ukhetho kwi lilo.conf.
Oku kucwangcisa kwendalo yazo zonke i Linux kernels ofuna ukuziqala. Ukuba ufuna isicwangciso se kernel-nganye, yiya kwi Iindlela zokusebenza isithuba kwaye khetha Iinkcukacha.
Translated by Lwandle Mgidlana
Located in kde-qt-common/general.cpp:86
16.
Require &password:
Funa &igama eligqithisiweyo:
Translated by Lwandle Mgidlana
Located in kde-qt-common/general.cpp:90 kde/Details.cpp:92 qt/Details.cpp:93
17.
Enter the password required for bootup (if any) here. If restricted above is checked, the password is required for additional parameters only.
WARNING: The password is stored in clear text in /etc/lilo.conf. You'll want to make sure nobody untrusted can read this file. Also, you probably don't want to use your normal/root password here.
This sets a default for all Linux kernels you want to boot. If you need a per-kernel setting, go to the Operating systems tab and select Details.
Ngenisa igama elifunwayo ukuqala (ukuba lokhona) apha. Ukuba umda ngentla ukhangelwe, igama lifunelwa ezongeziweyo iparameters kuphela.
Isilumkiso: Igama ligcinwa kokubhaliweyo okucacileyo kwi /etc/lilo.conf. Uzakufuna ukuqiniseklisa ukuba akukho mntu ungathembekanga ongafunda le fayile. Kwakhona, awufuni ukusebenzisa elakho eliqhelekileyo/elengcambu igama apha.
Oku kucwangcisa kokwendalo kwazo zonke i Linux kernels ofuna ukuziqala. Ukuba ufuna isicwangciso se kernel-nganye, yiya kwi Iindlela zokusebenza isithuba kwaye khetha Iinkcukacha.
Translated by Lwandle Mgidlana
Located in kde-qt-common/general.cpp:97
18.
&Default graphics mode on text console:
&Indlela yemizobo engagqibekanga kweyokubhaliweyo i console:
Translated by Lwandle Mgidlana
Located in kde-qt-common/general.cpp:101
19.
You can select the default graphics mode here.
If you intend to use a VGA graphics mode, you must compile the kernel with support for framebuffer devices. The ask setting brings up a prompt at boot time.
This sets a default for all Linux kernels you want to boot. If you need a per-kernel setting, go to the Operating systems tab and select Details.
Ungakhetha indlela yemizobo engagqibekanga apha.
Ukuba ufuna ukusebenzisa i VGA indlela yemizobo, kufuneka uqokelele i kernel ngenkxaso yamacebo esakhelo sokubulala ungqubano. I cela isicwangciso sizisa uncedo lwexesha lokuqala.
Oku kucwangcisa kwendalo kwazo zonke i Linux kernelsofuna ukuziqala. Ukuba ufuna isicwangciso se kerne-nganye, yiya ku Iindlela Zokusebenza isithuba kwaye khetha Iinkcukacha.
Translated by Lwandle Mgidlana
Located in kde-qt-common/general.cpp:104
20.
Enter LILO &prompt automatically
Ngenisa i LILO &uncedo ngokuzenzekelayo
Translated by Lwandle Mgidlana
Located in kde-qt-common/general.cpp:135
1120 of 114 results

This translation is managed by Ubuntu Xhosa Translators, assigned by Ubuntu Translators.

You are not logged in. Please log in to work on translations.

Contributors to this translation: Lwandle Mgidlana.