Browsing Xhosa translation

Don't show this notice anymore
Before translating, be sure to go through Ubuntu Translators instructions.
1120 of 66 results
11.
This page presents the contents of your samba log file in a friendly layout. Check that the correct log file for your computer is listed here. If you need to, correct the name or location of the log file, and then click the "Update" button.
Eli phepha lizisa imixholo yefayile yakho ye samba kubeko lobuhlobo. Khangela ukuba ifayile yelog elungileyo ye computer yakho ikuluhlu apha. Ukuba ufuna njalo, lungisa igama okanye indawo yefayile yelog, kwaye ngoku nqakraza "Gqiba" iqhosha.
Translated by Lwandle Mgidlana
Located in kcmsambalog.cpp:57
12.
Check this option if you want to view the details for connections opened to your computer.
Khangela olu khetho ukuba ufuna ukubonisela iinkcukacha zendibaniso evuliweyo kwi khompyutha yakho.
Translated by Lwandle Mgidlana
Located in kcmsambalog.cpp:62
13.
Check this option if you want to view the events when connections to your computer were closed.
Khangela olu khetho ukuba ufuna ukubonisela iziganeko xa iindibaniso kwi khompyutha yakho evaliweyo.
Translated by Lwandle Mgidlana
Located in kcmsambalog.cpp:65
14.
Check this option if you want to see the files which were opened on your computer by remote users. Note that file open/close events are not logged unless the samba log level is set to at least 2 (you cannot set the log level using this module).
Khangela olu khetho ukuba ufuna ukubona iifayile ebezivulwe kwi computer yakho ngabasebenzisi bobekelo kude. Qaphela ukuba ifayile ivula/ivale iziganeko ayilogwanga ngaphandle kokuba umphakamo welog ye Samba icwangciswe noko kabini (awunakucwangcisa umphakamo welog usebenzisa lomnqongo womlinganiselo).
Translated by Lwandle Mgidlana
Located in kcmsambalog.cpp:68
15.
Check this option if you want to see the events when files opened by remote users were closed. Note that file open/close events are not logged unless the samba log level is set to at least 2 (you cannot set the log level using this module).
Khangela olu khetho ukuba ufuna ukubona iziganeko xa iifayile ezivulwe ngabasebenzisi bobekelo kude zivaliwe. Qaphela ukuba ifayile ivula/ivale iziganeko azilogwanga ngaphandle kokuba umphakamo welog ye samba icwangcisiwe noko kabini (awunakucwangcisa umphakamo welog usebenzisa esisicatshulwa)
Translated by Lwandle Mgidlana
Located in kcmsambalog.cpp:74
16.
Click here to refresh the information on this page. The log file (shown above) will be read to obtain the events logged by samba.
Nqakraza apha ukuhlaziya ulwazi kweli phepha. Ifayile yelog (eboniswe ngasentla) izakufundwa ukufumana iziganeko ezilogwe yi samba.
Translated by Lwandle Mgidlana
Located in kcmsambalog.cpp:80
17.
Date & Time
Umhla & Ixesha
Translated by Lwandle Mgidlana
Located in kcmsambalog.cpp:88 kcmsambalog.cpp:89
18.
Event
Isiganeko
Translated by Lwandle Mgidlana
Located in kcmsambalog.cpp:88 kcmsambalog.cpp:89 kcmsambastatistics.cpp:64
19.
Service/File
Inkonzo/Ifayile
Translated by Lwandle Mgidlana
Located in kcmsambalog.cpp:88 kcmsambalog.cpp:90 kcmsambastatistics.cpp:64
20.
Host/User
Umamkeli/Umsebenzisi
Translated by Lwandle Mgidlana
Located in kcmsambalog.cpp:89 kcmsambalog.cpp:90 kcmsambastatistics.cpp:64
1120 of 66 results

This translation is managed by Ubuntu Xhosa Translators, assigned by Ubuntu Translators.

You are not logged in. Please log in to work on translations.

Contributors to this translation: Lwandle Mgidlana.