Translations by Lwandle Mgidlana

Lwandle Mgidlana has submitted the following strings to this translation. Contributions are visually coded: currently used translations, unreviewed suggestions, rejected suggestions.

128 of 28 results
24.
<h1>Mouse</h1> This module allows you to choose various options for the way in which your pointing device works. Your pointing device may be a mouse, trackball, or some other hardware that performs a similar function.
2009-07-18
<h1>Mouse</h1> Lo mnqongo womlinganiselo ukuvumela ukukhetha iinketho ezahlukeneyo ngendlela apho icebo lokwalatha lisebenza khona. Icebo lakho lokwalatha linokuba yi mouse, ibhola yophawu, okanye ezinye iintsimbi ezisebenza umsebenzi ofanayo.
25.
&General
2009-07-18
&Ngokubanzi
26.
If you are left-handed, you may prefer to swap the functions of the left and right buttons on your pointing device by choosing the 'left-handed' option. If your pointing device has more than two buttons, only those that function as the left and right buttons are affected. For example, if you have a three-button mouse, the middle button is unaffected.
2009-07-18
Ukuba usebenzisa isandla-sasekhohlo, ungakhetha ukutshintsha imisebenzi yasekhohlo kunye namaqhiosha aekunene kwiceboi lakho lokwalatha ngokukhetha ukhetho 'lwesandla-sasekhohlo'. UKuba icebo lakho lokwalatha linamaqhosha angapha kwesibini, ezo kuphela zisebenzayo njengamaqhosha asekhohlo nasekunene echaphazeleka. Umzekelo, ukuba unemouse enamaqhosha-amathathu, iqhosha eliphakathi alichaphazeleki.
27.
The default behavior in KDE is to select and activate icons with a single click of the left button on your pointing device. This behavior is consistent with what you would expect when you click links in most web browsers. If you would prefer to select with a single click, and activate with a double click, check this option.
2009-07-18
Ukuziphatha kokwendalo kwi KDE kukukhetha kunye nokusebenzisa ii icon ngonqakrazo olunye lweqhosha lasekhohlo kwicebo lakho lokwalatha. Oku kuziphatha kuyahluka nokulindeleyo xa unqakraza amakhonkco kubakhangeli abaninzi bencwadi be web. Ukuba ukhetha ukukhetha unqakrazo olunye, kunye nokusebenza ngonqakrazo kabini, khangela olu khetho.
28.
Activates and opens a file or folder with a single click.
2009-07-18
Sebenzisa uvule ifayile okanye incwadi eneenkcukacha enonqakrazo olunye.
29.
If you check this option, pausing the mouse pointer over an icon on the screen will automatically select that icon. This may be useful when single clicks activate icons, and you want only to select the icon without activating it.
2009-07-18
Ukuba ukhangela olu khetho, uphumlisa isalathisi se mouse ngapha kwe icon kwi khusi kuzakukhetha ngokuzenzekelayo lo icon. Oku kunokuba luncedo xa unqakrazo olunye lusebenzisa ii icon, kwaye ufuna ukukhetha i icon kuphela ngaphandle kokuyenza isebenze.
30.
If you have checked the option to automatically select icons, this slider allows you to select how long the mouse pointer must be paused over the icon before it is selected.
2009-07-18
Ukuba ukhangele ukhetho ukukhetha ngokuzenzekelayo ii icon, esi sityibilikisi sikuvumela ukhethe ithuba isalathisi se mouse esizakuphumla ngapha kwe icon phambi kokuba ikhethwe.
31.
Advanced
2009-07-18
Ukubheka phambili
33.
Pointer acceleration:
2009-07-18
Unikezelo lwesalathisi:
35.
Pointer threshold:
2009-07-18
Isalathisi sendawo yokungena:
37.
msec
2009-07-18
msec
38.
Double click interval:
2009-07-18
Nqakraza kabini kwithuba sokuphumla:
39.
The double click interval is the maximal time (in milliseconds) between two mouse clicks which turns them into a double click. If the second click happens later than this time interval after the first click, they are recognized as two separate clicks.
2009-07-18
Ithuba lokuphumla lokunqakraza kabini lixesha elininzi (kwimizuzwana emininzi) phakathi konqakrazo kabini lwemouse oluzijikela kunqakrazo kabini. Ukuba unqakrazo lwesibini luyenzeka mva kunelixesha lokuphumla emva konqakrazo lokuqala, zijongwa njengonqakrazo kabini olwahlukeneyo.
40.
Drag start time:
2009-07-18
Rhuqa ixesha lokuqala:
41.
If you click with the mouse (e.g. in a multi-line editor) and begin to move the mouse within the drag start time, a drag operation will be initiated.
2009-07-18
Ukuba unqakraza nge mouse (umzekelo umhleli welayini-ezininzi) kwaye uqale ukususa imouse ngexesha lokuqala utsalo, umsebenzi wotsalo uzakwenziwa.
42.
Drag start distance:
2009-07-18
Rhuqa uqalo lomgamo:
43.
If you click with the mouse and begin to move the mouse at least the drag start distance, a drag operation will be initiated.
2009-07-18
Ukuba unqakraza ngemouse kwaye uqale ukususa imouse noko kumgama wokuqala utsalo, umsebenzi wotsalo uzakwenziwa.
44.
Mouse wheel scrolls by:
2009-07-18
Ivili le mouse lirolwa ngu:
45.
If you use the wheel of a mouse, this value determines the number of lines to scroll for each wheel movement. Note that if this number exceeds the number of visible lines, it will be ignored and the wheel movement will be handled as a page up/down movement.
2009-07-18
Ukuba usebenzisa ivili le mouse,eli xabiso ligqiba inani le layini ukurola nayiphi na intshukumo yevili ngalinye. Qaphela ukuba ukuba eli nani likhulu kune nani lelayini ezibonakalayo, izakulahlwa kwaye intshukumo yevili izakuphathwa njengentshukumo yephepha phezulu/ezantsi.
46.
Mouse Navigation
2009-07-18
Ulawulo lwe Mouse
48.
&Acceleration delay:
2009-07-18
&Ulibaziso lonikezelo:
50.
Acceleration &time:
2009-07-18
&Ixesha lonikezelo:
53.
Acceleration &profile:
2009-07-18
&Unikezelo lwemboniselo yasecaleni:
79.
Le&ft handed
2009-07-18
Ok&wesandla sasekunene
82.
Icons
2009-07-18
Uphawu lwemifanekiso
83.
Dou&ble-click to open files and folders (select icons on first click)
2009-07-18
Nqakr&aza-kabini ukuvula iifayile kunye neencwadi ezinenkcukacha (khetha ii icons kunqakrazo lokuqala)
84.
&Single-click to open files and folders
2009-07-18
&Nqakraza-kubekanye ukuvula iifayile kunye neencwadi ezinenkcukacha
86.
A&utomatically select icons
2009-07-18
K&hetha iimphawu ngokuzenzekelayo